Uncedo lweZifundo
Ntsikelelo, Sikelela, Sikelelwe


Ntsikelelo, Sikelela, Sikelelwe

Ukunikela isisa esinyulu kothile. Nantonina encedisa kulonwabo oluyinene, ukuphila, okanye impumelelo yiintsikelelo.

Zonke iintsikelelo zisekelwe kwimithetho yanaphakade (I&M 130:20–21). Ngenxa yokuba uThixo ufuna abantwana Bakhe bafumane uvuyo ebomini (2 Nif. 2:25), Yena unika iintsikelelo kubo njengesiphumo sentobeko yabo kuyo imiyalelo Yakhe (I&M 82:10), ephendula kumthandazo wommiselo wobubingeleli (I&M 19:38; 107:65–67), okanye ngobabalo Lwakhe (2 Nif. 25:23).

Uludwe olwaziwa kakuhle lweengxelo ngokusikelela iziBhengezo ngoyolo (Mat. 5:1–12; 3 Nif. 12:1–12).

Jikelele

Ukusikelela abantwana