Uncedo lweZifundo
Mashumi aSixhenxe


Mashumi aSixhenxe

Yiofisi amadoda amiselwa kuyo kuBubingeleli bukaMelkitsedeke. Namhlanje, iikhoram zabangaMashumi aSixhenxe zibandakanya abaseMagunyeni Jikelele nabangamaShumi aSixhenxe bemimmandla. AbangamaShumi aSixhenxe basebenza egameni leNkosi phantsi kolawulo lweSimongameli soKuqala neKhoram yaBafundi abaLishumi elineSibini (khangela I&M 107:34). Banikela ixesha labo elipheleleyo ebufundisini.