Izibhalo
IMfundiso neMinqophiso 4


Icandelo 4

Isityhilelo esinikwe ngoJoseph Smith uMprofeti sisiya kuyise, uJoseph Smith Omkhulu, eHarmony, ePennsylvania, Februwari 1829.

1–4, Ukusebenza ngokukhalipha kusindisa abefundisi beNkosi; 5–6, Iimpawu ezisulungekileyo zobuThixo zibenza balungele ubufundisi; 7, Izinto zikaThixo zimele ukuphengululwa.

1 Ngoku qaphela, aumsebenzi omangalisayo kufutshane nje uza ngaphambili phakathi kwabo abantwana babantu.

2 Ke ngoko, Owu abo baqala aemsebenzini kaThixo, bonani ukuba bnimsebenzela cngentliziyo yenu yonke, ngamandlakazi, ngengqondo nangokomelela, ukuze nibe nokuma phambi koThixo dningenatyala ngomhla wokugqibela.

3 Ke ngoko, ukuba nineminqweno yokusebenzela uThixo anibizelwe ukusebenza;

4 Kuba qaphelani aintsimi ivuthiwe ilungele bukuvunwa; kwaye yabonani, lowo uyiphosayo irhengqe yakhe ngamandlakazi akhe, onjalo cubeka kuvimba oko kungatshabalaliyo, kodwa uzisa usindiso emphefumlweni wakhe;

5 Kwaye aukholo, bithemba, cnothando lwenene, dnothando, engeliso elinye elijonge fuzuko lukaThixo, zenza afanele umsebenzi.

6 Khumbulani ukholo, aisidima, ulwazi, ubungcathu, bumonde, ukulunga kobuzalwana, ubuthixo, nothando lwenene, cukuthobeka, dinkuthalo.

7 aCelani, kwaye niya kuphiwa; nkqonkqozani, niya kuvulewa. Amen.