Scripture Stories
Intshayelelo


“Intshayelelo,” Amabali eNcwadi kaMormoni (2023)

Intshayelelo

Amabali eNcwadi kaMormoni ayaphuhliswa ngoku. Ingqokelela epheleleyo iya kuxhasa isifundo sezibhalo somntu ngamnye kunye nosapho kunye no Yizani, Nindilandele umthombo weNcwadi kaMormoni.

Ingqokelela iya kuba nala mabali adweliswe ngezantsi. Amabali aya kupapashwa njengoko egqityiwe.

Izimvo neengcebiso zamkelekile. Nceda uthumele impendulo ku scripture-stories@ChurchofJesusChrist.org