Uncedo lweZifundo
9. Tempile kaHerode


9. Tempile kaHerode

Umfanekiso
ifoto 9

Lo foto ibonisa umfuziselo wetempile kaHerode (1:50 irashiyo yesikali) njengoko kwakucingwa ukuba yayinjalo ngowama-67 E.K. Udonga olujikeleze iindawo ezineenkcukacha ezininzi zetempile luvalela indawo engcwele equlathe iNgcwele yeNgcwele, indawo engcwele, neentendelezo ezinkulu ezintathu.

Izehlo eziBalulekileyo: UYosefu noMariya bazisa umntwana uYesu etempileni (Luka 2:22–38). UMsindisi wafundisa etempileni eneminyaka eli-12 (Luka 2:41–46). UMsindisi wagxotha abananisi bemali etempileni (Mat. 21:12–13) kwaye waprofetha ngokutshabalala kwetempile (Mat. 24:1–2). Itempile yexesha elizayo iya kwakhiwa eYerusalem (Hez. 40–48; Zek. 8:7–9). (Khangela I kZ Tempile, Indlu yeNkosi.)