Uncedo lweZifundo
16. Shilo


16. Shilo

Umfanekiso
ifoto 16

Kule mbonakalo yasentshonalanga, amanxowa esixeko samandulo iShilo asele nje ekunene kombindi.

Izehlo eziBalulekileyo: Izizwe zikaSirayeli zahlangana kwaye zafumana izabelo zazo zommandla (Yosh. 18–22). Umnquba netyeya yomnqophiso zabekwa apha kwaye zahlala amakhulu-khulu (Yosh. 18:1). Apha uHana wathandaza waza wanikela ngonyana wakhe uSamuweli enkonzweni yeNkosi (Ⅰ Sam. 1). AmaSirayeli athabatha ityeya eShilo kwaye oyiswa ngamaFilisti, athimba ngoko ke ityeya (Ⅰ Sam. 4:1–11).