Uncedo lweZifundo
IMbonakalo Jikelele


IMbonakalo Jikelele

Imaphu engezantsi ibonisa indawo yeefoto kweli candelo. Kumaphepha alandelayo, ifoto nganye enomboliweyo ikhatshwa yinkcazelo emfutshane yembonakalo yelizwe. Izehlo zezibhalo ezibalulekileyo ukusuka kuloo mmandla ngoko ke zidwelisiwe, kunye nezalathiso zesibhalo ukuze ubenako ukwazi apho unokufunda khona ngakumbi ngezoo zehlo.

  1. Mlambo iNayile neYiputa

  2. Ntaba yeSinayi (Horebhe) neNtlango yeSinayi

  3. Ntlango yakwaYuda

  4. Kadeshe-bharneha

  5. Mangcwaba ooSolusapho

  6. Nduli yeLizwe lakwaYuda

  7. Bhetelehem

  8. Yerusalem

  9. Tempile kaHerode

  10. Zinyuko eziya eTempileni

  11. Ntaba yeMinquma

  12. Sitiya saseGetsemane

  13. Gologota

  14. Sitiya saMangcwaba

  15. Yeriko

  16. Shilo

  17. Shekem

  18. Dotan eSamari

  19. Kesareya neThafa laseSharon ukuya eKermele

  20. Yafo

  21. Ntlambo yaseYizereli

  22. Ntaba iTabhore

  23. Lwandle lwaseGalili neNtaba yeNtshumayelo

  24. Karpenahum

  25. Mlambo Yordan

  26. Kesareya Filipi

  27. Nazarete

  28. Dan

  29. Atene

  30. Korinte

  31. Efese

  32. Isiqithi sasePatmos

Umfanekiso
imbonakalo jikelele yemaphu

Mn

Grike

Lwandle lweMedithera

Sirayeli

Yiputa

1

2

3

4

5

6

7

8

9

10

11

12

13

14

15

16

17

18

19

20

21

22

23

24

25

26

27

28

29

30

31

32