Uncedo lweZifundo
18. Dotan eSamari


18. Dotan eSamari

Umfanekiso
ifoto 18

Dotan iphawulwe ngemimango neentlambo. Ingumhlaba olungileyo wamadlelo. Xa amaSirayeli ahlala elizweni, lo mmandla wawunikwe uManase.

Izehlo eziBalulekileyo: KwiNtlambo yaseDotan, uYosefu wathengiswa eYiputa (Gen. 37:12–28). UObhadiya wasindisa abaprofeti abalikhulu ngokubafihla emiqolombeni xa uIzebhele wayezama ukubulala abaprofeti bakwaSirayeli (Ⅰ OoKum. 18:13). Umkhosi waseSiriya warhangqa uElisha nesicaka sakhe, eyathi iNkosi yabasindisa ngokumangalisayo (Ⅱ OoKum. 6:13–23).