Uncedo lweZifundo
6. Nduli yeLizwe lakwaYuda


6. Nduli yeLizwe lakwaYuda

Umfanekiso
ifoto 6

Induli yelizwe lakwaYuda imalunga nama-56 khilomitha ubude nama-27 eekhilomitha ububanzi. Ubukhulu belizwe bungamatye kwaye kunzima ukulima. Iinduli ziqhawulwe ziintlambo apho umhlaba uqhame kakuhle khona. Awona wona akuqala amaSirayeli ayehlala kwezi nduli, ezisebenzisela ukhuseleko ngokuchasene nabahlaseli.

Izehlo eziBalulekileyo: INkosi yathembisa ngeli lizwe kuAbraham nembewu yakhe (Gen. 13:14–18; 17:8). USara noAbraham bangcwatyelwa emqolombeni kaMakapela, eHebron (Gen. 23:19; 25:9). UDavide wathimba iYerusalem kumaYebhusi (Ⅱ Sam. 5:4–9). Izehlo ezingakumbi zeTestamente eNdala zibhalwe njengoko zazisenzeka kwezi nduli kunayo nakuyiphina enye ingingqi.