Uncedo lweZifundo
12. Sitiya saseGetsemane


12. Sitiya saseGetsemane

Umfanekiso
ifoto 12

Le foto yomthi womnquma omdala yathatyathwa kwisiza sesithethe saseSitiyeni saseGetsemane. UMsindisi wathandaza kufuphi nalapha emva kokushiya igumbi eliphezulu ngobusuku bokungcatshwa Kwakhe.

Izehlo eziBalulekileyo: Apha uYesu Krestu waqalisa ukubandezeleka ngenxa yezono zoluntu (Mat. 26:36–44; Marko 14:32–41; I&M 19:16–19). Okulandela umthandazo Wakhe wangcatshwa nguYuda Sikariyoti, nabafundi Bakhe bamshiya okwexesha kulandele ukubanjwa Kwakhe esitiyeni (Marko 14:50). (Khangela I kZ Getsemane.)