Uncedo lweZifundo
GJS, UMateyu 5


GJS, UMateyu 5:21. Thelekisa noMateyu 5:19

Lowo ugcina imiyalelo aze afundise abanye ukwenza njalo uya kusindiswa.

21 Lowo, ke ngoko, uya kwaphula omnye ongowona mncinane wale miyalelo, kwaye eya kufundisa abantu ukuba benze njalo, lowo akayi kusindiselwa ebukumkanini bamazulu nangayiphina indlela; kodwa lowo uya kwenza kwaye afundise le miyalelo yomthetho kude ibe izalisekisiwe, onjalo kuya kuthiwa mkhulu, kwaye uya kusindiselwa ebukumkanini bamazulu.