Izibhalo Ezingcwele

IPerile yeXabiso eliKhulu

  • Iziqulatho

  • IGama lePhepha

  • INtshayelelo

  • Moses

  • Abraham

  • UJoseph Smith—UMateyu

  • IMbali—kaJoseph Smith

  • IziVumo zoKholo

Abraham


  • Isahluko 1

    UAbraham ufuna iintsikelelo zohlobo lukasolusapho—Uyatshutshiswa ngababingeleli bobuxoki eKaledi—UYehova uyamsindisa—Iimvelaphi noburhulumente baseYiputa buyachazwa kwakhona.


  • Isahluko 2

    UAbraham ushiya iUre esiya eKanan—UYehova ubonakala kuye eHaran—Zonke iintsikelelo zevangeli zithenjiswa kwimbewu yakhe nangembewu yakhe kubo bonke—Uyahamba uya eKanan kwaye aqhubekeke aye eYiputa.


  • Isahluko 3

    UAbraham ufunda ngelanga, inyanga, neenkwenkwezi ngokusebenzisa iYurim neTumim—INkosi ityhila kuye indalo engunaphakade yoomoya—Ufunda ngobomi baphambi-komhlaba, umiselo lwangaphambili, indalo, ukukhethwa koMkhululi, imo yesibini yomntu.


  • Isahluko 4

    OoThixo baceba indalo yomhlaba nabo bonke ubomi bawo—Amacebo abo ngemihla emithandathu acacisiwe.


  • Isahluko 5

    OoThixo bakugqiba ukuceba Kwabo okwendalo yazo zonke izinto—Bayenza iNdalo ngokwamacebo Abo— UAdam wathiya yonke imiphefumlo ephilileyo.


  • Efana Kanye 1


  • Efana Kanye 2


  • Efana Kanye 3