Izibhalo
Moronayi 5


Isahluko 5

Uhlobo lokunikela iwayini yomthendeleko iyacaciswa. Malunga E.K. 401–421.

1 aUhlobo lokunikela iwayini—Qaphelani, bayithabatha indebe, baza bathi:

2 Owu Thixo, Bawo onguNaphakade, siyakucela, egameni loNyana wakho, uYesu Krestu, ukuba usikelele kwaye ungcwalise le awayini kuyo imiphefumlo yabo bonke abo baselayo kuyo, ukuze babe nokukwenza bbenenkumbulo yegazi loNyana wakho, elaphalalela bona; baze babe nokungqina kuwe, Owu Thixo, Bawo onguNaphakade, baze besoloko bemkhumbula, ukuze babenawo uMoya wakhe ukuba ube kunye nabo. Amen.