Uncedo lweZifundo
GJS, UMarko 2


GJS, UMarko 2:26–27. Thelekisa noMarko 2:27–28

UNyana woMntu yiNkosi yeSabatha ngenxa yokuba Yona yenza umhla weSabatha.

26 Ngako oko iSabatha yayinikelwe ukuba umntu abe nomhla wokuphumla; kananjalo ukuba umntu emele ukuzukisa uThixo, kwaye ingasukuba umntu akamele kutya;

27 Kuba uNyana womntu wenza umhla weSabatha, ke ngoko uNyana womntu uyiNkosi kanjalo yeSabatha.