EyeThupha 2021 UBubingeleli bungaMandla kaThixoNjengoko sikhumbula icebo likaThixo lolonwabo, singalufumana uvuyo naxa ubomi bunzima. Kwenzelwe Ukomelezwa KoLutsha Kwenzelwe Ulutsha: UBubingeleli bukaThixoUBongameli Jikelele beeNtombi Ezincinane kunye noDade Renlund bafundisa ulutsha ngobubingeleli—malunga nokuba buyintoni, nobungeyiyo, kwakunye nokokuba busikelela njani wonke umntu. Umhlobo Kwenzelwe Abantwana: Ilizwi loBulumkoFunda ukuba uJoseph Smith wasifumana njani isityhilelo esisibiza ngokuba liLizwi loBulumko.