2010
Inkokhelo Yokusinceda ukuba sibuyele Ekhaya
Septemba 2010


Abantwana

Inkokhelo Yokusinceda ukuba SiBuyele eKhaya

Ungavakalelwa njani ukuba ubulahlekile kwaye ungayazi indlela yokubuyela ekhaya kusapho lwakho? Ingaba ungonwaba na ukuba ungalandela omnye umntu ongakubonisa indlela? Umongameli Eyring uthi INcwadi kaMormoni inje ngenkokheli esincedayo ukuba sibuyele ekhayeni kuBawo wethu waseZulwini.

Okulandelayo ngaphantsi zizinto INcwadi kaMormoni esixelela zona ekufuneka sizenze ukubuyela ekhaya. Funda 2 Nefayi 31:10, 11, 20. Ngaphantsi kwesishwankathelo ngasinye, bhala ngezantsi kwaso ivesi efanelekileyo ncam evela kwincwadi kaMormoni. Kuzokufuneka ukuba usebenzise enye yezi vesi kabini.

Guqukani nibhaptizwe.

Yibani nethemba eliqhakazayo.

Thandani uThixo kunye nabo bonke abantu.

Landelani uYesu.