2010
Ukukhangela nokuFumana Utyhilelo koMntu
Epreli 2010


UMyalezo waBaNdwendweli Makhaya, Epreli 2010

Ukukhangela nokuFumana Utyhilelo koMntu

Ngomthandazo fundisa ezi zibhalo zingcwele kunye nezicatshulwa okanye, ukuba kuyimfuneko, omnye umgaqo ozakusikelela oodade obafundisayo. Yabelana ngobungqina bemfundiso. Mema abo ubafundisayo ukuba bathethe ngoko bakuvileyo ezintliziyweni zabo kunye nabakufundileyo.

Ndingalufumana Njani uTyhilelo Lwam?

“Siyalungiselela ukufumana uthyilelo lwethu njengokuba oomongameli besenza, ngokufunda izibhalo ezingcwele, ngokuzila ukutya, ngokuthandaza, kwaye nangokwakha ukholo. Ukholo sisitixo Khumbula ulungiselelo luka Joseph Smith loMbono WokuQala:

“‘Ukuba nabani na kuni uswele ubulumko, makacele kuThixo. …

“Kodwa makabuze ngokholo, kungekho nto ihexayo.’”1

Umdala Robert D. Hales weQumrhu LabaPostile AbaLishumi Elinesibini.

“Umthandazo si sakho sisitixo sakho wedwa sezulu. Indawo yokuvula ngesitixo ikwicala lakho lesigqumathelo.

“Kodwa akuphelelanga apho. Ku lowo owayecinga ukuba ukutyhilelwa kukuzizela ngaphandle kokuzama, yathi iNkosi:

“‘Akuqondanga; uqonde ukuba ndiyakukunika, ngoku ungakhange ucinge ukuba undibuze.

“‘Kodwa, Bonanani, Ndithi kuni, kufanele ukuba uyifundisise kweyakhoingqondo; emva koko undibuze ukuba ilungile na, ukuba ilungile ndikubanga ukuba intliziyo yakho ivuthe phakathi kuwe; ngoko ke, uya kuva ukuba ilungile.’”2

Umongameli Boyd K. Packer, uMongameli weQumrhu LabaPostile abaLishumi Elinesibini.

Ndingalufumana Njani uTyhilelo oluNgam?

“Kwenye yendlela zayo eqhelekileyo, isityhilelo okanye impembelelo iza ngamazwi okanye iingcinga ezithethwayo engqondweni (bonaEnosi 1:10; Imfundiso neMinqophiso 8:2–3), ngokukhanyiselwa okukhawulezileyo (bonaImfundiso neMinqophiso 6:14–15), Ngemivakalelo emnandi nemibi ngezenzo eziceliweyo ukuba zenziwe, okanye ngezenzo eziphenjelelweyo, njengomsebenzi wobugcisa womdlalo-qonga. Njengokuba uBoyd K. Packer, … uMongameli weQumrhu labaPostile AbaLishumi Elinesibini, etshilo, Impembelelo aza njengomvakalelo kunokuba uze ngesandi.’”3

UMdala Dallin H. Oaks weQumrhu LabaPostile abaLishumi Elinesibini.

“ITempile yindlu yokufunda. Imfundiso eninzi enikwa etempileni ingophawu kwaye ifundwa nguMoya. Lento ithetha ukuba sifundiswa lizulu. … Ukuqonda kwethu kwentsingiselo yemimiselo neminqophiso kuyakwanda xa sibuyela etempileni amaxesha amaninzi ngomoya wokufunda nowokuzikisa ukucinga ngenyaniso zanaphakade ezifundisiwayo. Masonwabele ukomelela komoya nokutyhilelwa esikwamkelayo xa sisiya etempileni rhoqo.”4

Silvia H. Allred, isekela lokuqala kwisimongameli sajikelele soMbutho wooMama.

Izikhumbuzo

  1. “Personal Revelation: The Teachings and Examples of the Prophets,” Liahona, Nov. 2007, 88.

  2. “Personal Revelation: The Gift, the Test, and the Promise,” Ensign, Nov. 1994, 59–60.

  3. “Eight Reasons for Revelation,” Liahona, Sept. 2004, 8.

  4. “Holy Temples, Sacred Covenants,” Liahona, Nov. 2008, 113, 114.

Uncedo lwabaNdwendweli Makhaya

Njengomndwendweli khaya ofundisayo, ungafumana inkcazelo kaMoya ngeentswelo zoodade bakho kunye nendlela yokuzifeza ezo ntswelo. Njengokuba uwufundisa lo myalezo, yabelana, ngokufanelekileyo, nayiphi na impembelelo okanye uncedo olufumeneyo olunxulumene nokufundisa njengo mndwendweli khaya ofundisayo.

Ukuzilungiselela

1 Samuweli 3:10

1 OoKumkani 19:11

Alma 5:46; 26:22

3 Nefayi 19:19–23

Imfundiso neMinqophiso–3; 9:8–9; 88:63–64