Abantwana
Ayiyo Intsikelelo Eqhelekileyo
ICawa yalungiswa kwiminyaka engamakhulu anamashumi asibhozo kule nyaga. Umongameli Dieter F. Uchtdorf wathi “ayiyiyo intsikelelo eqhelekileyo” ukuba siphile namhlanje, xa iCawa ibuyisiwe. Ukufumana ezinye zentsikelelo uBawo waseZulwini azinika abantu ngeCawa, jonga ezi zibhalo zingcwele zingezantsi.