Uncedo lweZifundo
GJS, KwabaseRoma 13


GJS, KwabaseRoma 13:6–7. Thelekisa nabaseRoma 13:6–7

Abo bahlonela abasemagunyeni boluntu banika imbeko yabo kuThixo kakhulu ngakumbi nangokugqibelele ngakumbi.

6 Kuba, ngenxa yesi sizathu hlawulani iminikelo yenu kanjalo kubo; kuba bangabalungiseleli bakaThixo, banceda ngokuzingisayo phezu kwale yona nto

7 Kodwa kuqala, banikeni zonke iimfanelo zabo, ngokusesikweni, irhafu ofanelwe yirhafu, inkxaso ofanelwe yinkxaso, ukuze iminkelo yenu ibe yenziwa ngokoyika yena uloyiko olulolwakhe, nokunika imbeko yena imbeko eyiyeyakhe.