Abantwana
Ndingenzela Abanye Into
Umntu ngamnye kuthi angakwazi ukwenza into ukunceda abanye. Umongameli Monson wafundisa ukuba kufuneka sithande wonke umntu kwaye sifunde ukubona ukuba singabanceda njani na.
Xa unesidlo sangenjikalanga nosapho lwakho, bacebise ukuba ilungu ngalinye losapho lingabelana ngento enye abayenzileyo ukukhonza omnye ngaloo mini. Bhala amava wakho ngenkonzo yakho kwidayari yakho rhoqo ngemini.