Uncedo lweZifundo
GJS, UYohane 6


GJS, UYohane 6:44. Thelekisa noYohane 6:44

Intando kaBawo yeyokuba bonke bamkele uYesu. Abo benza intando kaYesu baya kuvuswa eluvukweni lwamalungisa.

44 Akukho mntu unako ukuza kum, ngaphandle kokuba wenza intando kaBawo owathi wandithuma. Kwaye le yintando yalowo wathi wandithuma, okokuba namkele uNyana; kuba uBawo unika ubungqina bakhe; kwaye lowo wamkela ubingqina, aze enze intando yalowo wandithumayo, ndiya kumphakamisela phezulu eluvukweni lwamalungisa.