Uncedo lweZifundo
GJS, UYohane 13


GJS, UYohane 13:8–10. Thelekisa noYohane 13:8–10

UYesu uhlamba iinyawo zaBapostile ezalisekisa umthetho wamaYuda.

8 UPetros wathi kuye, Akusayi kuzihlamba iinyawo zam. Wamphendula uYesu, Ukuba andithanga ndikumhlambe, akunasabelo nam.

9 USimon Petros wathi kuye, iNkosi mazingabi ziinyawo zam zodwa, mazibe zizandla nomzimba.

10 UYesu wathi kuye, Kolowo uzihlambileyo izandla zakhe nentloko yakhe, akusafuneki nto sele ikukuhlanjwa kweenyawo zakhe zodwa, kodwa uhlambulukile kwaphela; nani ke nihlambulukile, kodwa aninjalo nonke. Ngoku ke oku kwakulisiko lamaYuda phantsi komthetho wawo; ngako oko, uYesu wenza oku ukuze umthetho ube nokuzaliseka.