Uncedo lweZifundo
GJS, Ⅰ KuTimoti 6


GJS, Ⅰ KuTimoti 6:15–16. Thelekisa noⅠ Timoti 6:15–16

Abo banokukhanya bokungafi (kwevangeli) okuhleli kubo banako ukumbona uYesu.

15 Uya kuzibonakalisa ngawakhe amaxesha, lowo ungosikelelweyo nokuphela koPonti, uKumkani kakumkani, neNkosi kankosi, kuye makubekho imbeko namandla angunaphakade;

16 Ekungekho namnye kubantu owakha wambona, nonako ukumbona, akukho namye umntu unako ukusondela kuye, kuphela ngulowo unokukhanya nethemba lokungafi ehleli kuye.