Uncedo lweZifundo
GJS, Ⅰ KuTimoti 2


GJS, Ⅰ KuTimoti 2:4. Thelekisa noⅠ Timoti 2:4

UKrestu nguNyana oKuphela koZelweyo noMlamli.

4 Ngubani othanda ukuba bonke abantu basindiswe, baze beze ekuyazini inyaniso ekuKrestu uYesu, onguNyana kaThixo oKuphela koZelweyo, nowamiselwa ekubeni nguMlamli phakathi koThixo nomntu; onguThixo omnye, nonamandla phezu kwabo bonke abantu.