Tshazimpunzi 2021 UYesu Krestu Wasisindisa Esonweni kunye naseKufeniIngcaciso malunga nendlela uYesu Krestu asisindise ngayo esonweni nasekufeni. Kwenzelwe Ukomelezwa KoLutsha Kwenzelwe Ulutsha: Kwathatha iNkwenkwana ukuSindisa IlaliUTom Fanene, inkwenkwana ena–12 leminyaka yaseSamoa, yanceda ilali yayo isinde kwindyikitya yesifo esisulelayo. Umhlobo Kwenzelwe Abantwana: Abafundisi beVangeli Babelana ngeVangeli