2014
Ceba Isivuno Sakho
Agasti 2014


Abantwana

Ceba Isivuno Sakho

Umthetho kaThixo wesivuno kukuthi ukuba sifuna into kwilixa elizayo, kumele siyisebenzele ngoku. Ukuba sifuna ukukhulisa igadi, kumele sityale iimbewu, sizinkcenkceshele, kwaye sizikhusele kumakhula. Ukuba asikwenzi oku, asiyo nakubana sivuno kwilixa elizayo!

Ngezantsi kunoxwebhu “lwezityalo” ezilungileyo onokuthi uzifune ebomini bakho. Bhala phantsi ezinye izinto onokuthi uzenze kulenyanga ukunceda ukuba ufumane ezintsikelelo.

  • Ikhaya elonwabileyo

  • Imfundo

  • Izihlobo ezilungileyo

  • Ubhapatizo noPhehlelelo

  • Ubungqina buka Yesu Krestu