2014
Isikhathi Esihle Sokutyala Umthi.
Janyuwari 2014


Umyalezo WOBUMONGAMELI BOKUQALA, KWEYOMDUMBA 2014

Ixesha Elihle Lokutyala Umthi.

Umfanekiso
NguMongameli Dieter F. Uchtdorf

Kudala eRoma, uJanus kwakunguthixo wesiqalo. Wayebazwe enobuso obubini—obunye bujonge kwikamva, obunye bujonge ngaphambili kwinsasa. Amanye amalimi abiza uJanyuwari ngaye ngokuba kuyixesha lokuqala konyaka nexesha lokucinga kanye nokuhlela.

Imimyaka elikhulu elandelayo, amasiko amaninzi emhlabeni alandela elisiko lokwenza injongo zokubangcono enyakeni omutsha. Ngekwenene, ukukwenza injongo zokubangcono kulula—ukuzigcina yinto ehlukile gqithi.

Enye indoda eyayenza uhl;elo olude lwenjongo Zonyaka Omtsha yaziva ivuyile ngengqubekela phambili yakhe. Wacinga yedwa ethi, “Okwangoku, ngihleli kwidayethi yami, andikakacaphuki, ndiphathe kakuhle imali yami, andikabi nomsindo ngenja yomelwane wam. Kodwa namhlanje yi-2 zika January kwaye ialamu yami iqeda ukukhala kwaye yixesha lokuphuma kwibhedi yam. Kuzakuba ngumhlola ukugcina lempumelelo yam iqhubekeka.”

Ukuqala phantsi

Kuletha ithemba elimangazayo ukuqala kutsha. Ndicinga ukuba ngelinye ixesha sonke sike sakulangazelela ukuqala phansi kwakhona.

Ndiyakuvuyela ukuthola ikhomputha entsha enehadi drive entsha. Okwethutyana isebenza kakuhle. Kodwa xa sekudlule amalanga kanye namaveki kwwaye amaprogram amanye namanye efakwa kuyi (ngenhloso, amanye singajomnganga), ekugqibeleni ikhomputha isebenza kancinci, kwaye izinto ibizenza ngokukhawuleza kwaye kakhuhle ivele ingasasebenzi kakuhle. Ngamanye amaxesha ayisebenzi tu. Nokuyiqalisa ukuba isebenze kungabanzima ngoba ihard drive ivele igcwale inkunkuma eletha ukudideka kanye nokungasebenzi kakuhle kwayo. Kwamanye amaxeshe into esebenzayo ukuyishintha uyiqalele phansi ukuyilungisa.

Abantu nabo bangafana nayo bagcwale ukoyika, ukungazithembi, kanye nomthwalo wokuzisola. Amaphutha esiwenzileyo (sihlosile okanye singahlosanga) 0 kungasithwalisa kanzima kude kubenzima nokwenza okufanele sikwenze.

Kwicala lesono, kunendlela yokuqalisa kwakhona ebizwa ngikuthi inguquko esivumela ukuba sihlanze ihard drive zethu zangaphakathi kwinkunkuma zomthwalo wentliziyo zethu. Ivangeli, emangazayo kwaye nenobubele Intlawulo kaYesu Krestu, isibonisa indlela yokuhlanza imiphefumlo yethu kukungcola kwesono kwakhona sibebatsha, myulu, kwaye sibengcwele njengomtana.

Kodwa ngamanye amaxesha kunezinto ezisinqandayo kwaye zisibuyisele emva, zisibangela iincinga ezingabhadlanga kunye nezenzo ezenza nzima ukuba sikwazi ukuqala kwakhona.

Ukubonakalisa Ubulungisa Kuthi

Ukuba neenjongo into entle kakhulu. Siyakwazi ukuba uTata waseMazulwini unenjongo ngokuba Usutshelile ukuba ?Umsebenzi Wakhe noDumo Lakhe “ukuletha ubomi obugqibeleleyo kunye nobomi baphakadebomtu.” (Mozizi 1:39).

Injongo ejongane nathi kukuba thina sikhuphe okungcomekayo kuthi. Kodwa ke, enye yezinto ezenza ukupha siphambuke endleleni yokwenza kanye nokugcina injongo zethu ukuba zingafezeki ukungazimiseli. Ngamanye amaxesha sihluleke nokuqala, silinde ixesha elilungileyo ukuba lifike—imini yokuqala lonyaka, ukuqala kwehlobo, xa sibizwa njengombhishopu okanye umongameli Wombutho Woomama, emva kokuba abantwana baqale isikolo, xa sesithatha umhlala phansi.

Awudingi isimemo ngaphambili kokuba uqale uhambe ngaleyo ndlela ekuyisa enjongweni ezinobulungisa. Awudingi ukuba ulindele imvume ukuba ube nguloyomtu odalelwe ukuba ube nguwe. Awudingi ukuba uze ubizwe ukuba usebenze eCaweni.

Ngamanye amaxesha singamosha iminyaka silindele ukuba sikhethwe (bona D&C 121:34–36). Kodwa oko kuyakhohlisana. Ukhethiwe nangoku.

Ngamanye amaxesha ebomini bami ndachitha ubusuku obuninsi sihlutshwa izinto ezininzi, ukukhathazeka, okanye iintlungu zam. Kodwa noma kuba mnyama kangakanani, Ndikhuthazwa yilezincinga: ekuseni ilanga lizakuphuma.

Ilanga nelanga elitsha, ukusa okutsha kuyafika—alenzeli umhlaba wodwa kodwa nathi. ngemini entsha kuza—ithuba elitshalokuqala kwakhona.

Kodwa Kwenzekalani Ukuba Siyohluleka?

Ngamanye amaxesha into esibambayo ukothuka. Singothuka ukuba ngeke ziphumelele,ukuba sizophumelela, ukuba singahlazeka, ukuba impumelelo izakusishintsa,okanye izaku shintsha abantu esibathandayo.

Bese siyalinda. okanye silahle ithemba.

Enye into ekufanele siyikhumbule uma sibeka iinjongo yethu yilokhu: Sizokuhluleka—okwethutyana. Kodwa kunokuba silahle ithemba, singathola amandla ngoba lokuqonda kususa incindezelo yokuba ubengumtu ogqibeleleyo ngoku. Kubonisa ekuqaleni kuleloxesha okanye elinye, ukuba sizakuhluleka. Ukwazi oku ngaphambili kususa ukwethuka kanye nokudumala kokwahluleka.

sijongana neenjongo zethu ngalendlela, ukuhluleka akusinqandi. Khumbula, ukuba noma sihluleka sizakufinyelela ekuginena, apho sifuna ukufika khona ngokukhawuleza, sizabe siqhubekele phambili kwindlela eya apho empumelelweni.

okubalulekile—kuxabiseke kakhulu.

Noma singaboni umgqa wokuqeda, ukuqhubeka ngendlela kusenza ukubasikhule kakhulu kunaphambini.

Elilungileyo Lokuqala Kungoku

Isisho sakudala sithi,” Ixesha elilungileyo lokutyala umthi iminyaka engamashumi amabili adlulileyo. Ixasha elesibini-elilungileyo.”

Kunento entle futhi ekhuthazayo ngezwi ngoku. Kunento esinika amandla ngokwazi ukukhetha manje, singayaphambili ngalomzuzu.

Ngoku yilona xesha lilungele ukuba siqale ukuba nguloyo mtuesifuna ukuba nguye—hhayi kuleminyaka engamashumi amabili ezayo kodwa naphakade.

Ukufundisa ngaloMyalezo

uMongameli Uchtdorf wachaza ukuba xa sihluleka ukuphumel; ela kwinjongo zethu, “singathola amandla. … Noma singahluleka ukufika emgqeni wokukuqeda, ukuqhubeka kulondlela kuzakusenza sikhule kakhuli kunaphambili.” Cela ilungu losapho ukuba labelane ngokwenzekileyo abafunde kakhulu ekwenzeni kunomphumela, okufana nokugreda esikolweni okanye ekutholeni umvuzo.