2011
Ivangeli—si Sipho Sokwabelana
Februwari 2011


Abantwana

Ivangeli—si Sipho Sokwabelana

Igama ivangeli lichaza zonke iimfundiso kwaye nemimiselo esizinikwayo nguYesu Krestu kunye nabaprofeti Bakhe. Ivangeli lifana nebhasikithi egcwele zizipho ezivela kuBawo wethu waseZulwini. Ungancedisa ukuphisa ngezizipho kwabanye abantu. Ingaba ungabelana nabani ngesisipho sevangeli?

Funda ivesi nganye yezi zibhalo zingcwele kwaye wenze uzidwelise okanye usebenzise imifanekiso yezinye zezipho eziyinxenye yevangeli.

  1. EkaYakobi 5:14–15

  2. Mozaya 16:6–7

  3. 3 Nefayi 18:1–12

  4. Iimfundiso neMinqophiso 20:71–73

  5. Imfundiso neMinqophiso 33:17–18

  6. Imfundiso neMinqophiso 59:16–21

  7. IMFUNDISO NEMINQOPHISO132:5

  8. Imfundiso neMinqophiso 110:7–10

  9. Imfundiso neMinqophiso 138:1–11