Uncedo lweZifundo
ISikhokelo seziNgqiniso kwiBhayibhile eNgcwele


ISikhokelo seziNgqiniso kwiBhayibhile eNgcwele

IBhayibhile yahlulwe kabini: ITestamente eNdala neTestamnte eNtsha. ITestamente eNdala iyimbali engcwele kaThixo ngokusebenzisana kwaKhe nabantu baKhe bomnqophiso kuMhlaba oNgcwele. Iquka iimfundiso zabaprofeti abafana noMoses, Yoshuwa, Isaya, Yeremiya, noDaniyeli. ITestamente eNtsha ibhala ngokuzalwa, ngobufundisi basemhlabeni, nangeNtlawulelo, nangoVuko loMsindisi. Iququmbela ngobufundisi babaPostile boMsindisi.

Esi sikhokelo sibonelela ngezingqiniso zeBhayibhile eziluncedo ezihlanganiswe phantsi kwezi zihloko zilandelayo:

  • UbuThixo

  • IZihloko zeVangeli

  • Abantu

  • Iindawo

  • Iziganeko

Ngoncedo lofundo olongezelelweyo, bona IsiKhokelo kwiZibhalo, ezipapashwe neNcwadi kaMormoni, neMfundiso neMinqophiso, kunye nePerile yeXabiso EliKhulu.

UbuThixo

IZihloko zeVangeli

Abantu

Iindawo

Bona kwakhona neemaphu neefoto ezilandela esi sikhokelo sezingqiniso zeBhayibhile.

Iziganeko