2013
Udliwano ndlebe Lwakho Wedwa noThixo
Epreli 2013


ulutsha

Udliwano ndlebe Lwakho Wedwa noThixo

UMongameli Eyring ufundisa ukuba njengokuba simamela kwimithandazo yomthendeleko, singava ngathi sinodliwano ndlebe lwethu sodwa kunye noThixo. UMongameli Eyring ucinga ngezindawo zintathu zilandelayo. Cingisisa ngokubhala lemibuzo kwijenali yakho kwaye ucingisise nzulu ngazo rhoqo ngosuku lwangecawa lalenyanga. Njengokuba ucingisisa nzulu kwaye usamkela imiyalezo ecacileyo gca evela kuMoya oyiNgcwele, futhi ungabhala ngazo ezo kwijenali yakho.

  • Ndenze ntoni Mna eye yanelisa uThixo?

  • Yintoni Endiyisweleyo ukuze Ndiguquke okanye Ndicele ukuxolelwa ngayo?

  • Ngubani uThixo athanda ukuba mna ndimkhonze?