IziXhobo zokuFunda nokuFundisa zaBantwana
Fumanisa izixhobo zokufunda nokufundisa zabantwana ezibonelelwe liBandla likaYesu Krestu labaNgcwele beMihla yokuGqibela. Fumana ulwazi oluluncedo ngendlela yokufundisa abantwana, amabali ezibhalo, iividiyo, ixesha lokucula, iincwadi zemibala, ubugcisa bevangeli, ukulandela umprofeti, nokunye okuninzi. Phawula eli phepha kwizibonelelo ezigxile kumntwana.