Izixhobo zokukhathalela Abo baSweleyo
Fumana ingqokelela yezixhobo ezenzelwe ukunceda abo basweleyo kwaye nendlela onokuthatha inxaxheba ngayo. Phonononga izikhokelo zokuba uzimele ngakumbi, ulungiselela izidingo zexeshana, nokufikelela kwiinkqubo neenkonzo ezahlukeneyo. Funda ukuba iBandla libaxhasa njani abantu ngabanye neeNtsapho ngokwenkonzo yovelwano noncedo olusebenzayo.